This is a video clip of me reading out loud.
NdinguSipho Adams. Ndineminyaka eyi-25. Ndivela eBhayi
kodwa ngoku ndihlala eStellenbosch. Ndihlala nabahlobo bam apha eStellenbosch.
Sibahlanu ekhaya. Andisebenzi ngoku kodwa ndifunda apha eStellenbosch
yunivesithi. Ndifuna ukuba ngutitshala kuba ndifuna ukunceda abantu.
Kukho imidlalo emininzi. Abanye abantu bathanda umbhoxo
kodwa abanye abantu bathanda isoka. Ndicinga ukuba kubalulekile ukuthatha
inxaxheba kwimidlalo. Ndidlala isoka nombhoxo. Abazali bam abadlali midlalo
kuba badala. Usisi wam udlala ibhola yomnyazi. Udlala kakuhle kuba ikapteni.
Usisi wam uyafuna ukuba ngumzekelo. Ubhuti wam udlala isoka. Ufuna ukuba ngosaziwayo.
Sibukela isoka kwi-TV ngempela veki.
Mna ndithanda ukudlala isoka nombhoxo. Ndifuna ukuya
emazweni. Ndifuna ukukwenza izihlobo okanye ukudibana nabantu. Xa ndingadlali imidlalo,
ndibukela imidlalo ebaleni okanye ndimamela kunomathotholo. Ndifuna ukufumana
ibhaso lokuqala ngenye imini. Mna ndithanda uSonny Bill Williams. Uyakwazi
ukubaleka ngokukhawuleza. Udlala kakuhle! Amantombazana ayamthanda.
An example of a video clip accompanied with text.
Theme-based texts: The human body
- The human body memorandum
- Activity on the human body
- Notes on the human body
- The human body UNISA dialogue
- Poem: Umzimba wam
Poem by Nkululeko Mdudu
Love in Xhosa
Mntwana wenkosi ndikuthanda ngako konke
Amandla emithi,
ulwandle nenyanga,
zode ziphele ndisakuthanda...
Andithethi ngoThandiswa
Ndingathethi ngoThandeka
Ndithanda wena wedwa s'thandwa sam
Love in Xhosa
I love you with my all
The power of the trees,
The sea and the moon
will diminish but I will love you...
I'm not talking about Thandiswa
I'm not talking about thandeka
You, my love; are the only one I love
No comments:
Post a Comment